Uyobhi 1:12 XHO75

12 Wathi uYehova kuSathana, Yabona, konke anako kusesandleni sakho; ke kuye ngokwakhe musa ukusa sandla sakho. Waphuma ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 1

imbono Uyobhi 1:12 kwimeko