8 Thetha nomhlaba, wókuyala;Zókubalisela neentlanzi zolwandle.
9 Ngubani na ongaziyo ngezo zinto zonke,Ukuba sisandla sikaYehova esikwenzileyo oko?
10 Usesandleni sakhe umphefumlo wezinto zonke eziphilileyo,Nomoya wenyama yonke eyiyeyomntu.
11 Indlebe ayiyi kukucikida na ukuthetha,Nekhuhlangubo likuve ukudla?
12 Emaxhegweni kusebulumkweni,Ebudeni bemihla kusengqondweni.
13 Bukuye ubulumko nobugorha,Lelakhe icebo nengqondo.
14 Yabona, úgungxula, kungàkhiwa.Uyamvalela umntu, kungàvulwa,