Uyobhi 14:14 XHO75

14 Ukuba úthe umfo wafa, wóphila na?Yonke imihla yokuphuma kwam umkhosi, bendinga ndingalinda,Kude kufike ukukhululwa kwam.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 14

imbono Uyobhi 14:14 kwimeko