10 Kunje thina siziingwevu namaxhego,Amadala nakuyihlo ngokuzalwa.
11 Zincinane na kuwe iintuthuzelo zikaThixo,Nelizwi elithethe kuhle nawe?
12 Imka nantoni na intliziyo yakho?Aphanyazela ntoni na emehlo akho,
13 Le nto ukuguqulela kuThixo ukufutha kwakho,Ukhuphe ukuthetha emlonyeni wakho?
14 Uyintoni na umntu, ukuba aqaqambe?Abe lilungisa ozelwe ngumfazi?
15 Yabona, nabangcwele bakhe àkakholwa ngabo,Nezulu àliqaqambile emehlweni akhe.
16 Úbeke phi na olisikizi, oyimbozisa;Umntu lo, usela ubugqwetha njengamanzi?