26 Emveni kokuba ulùsu lwam ludlavulwe lwanje,Ingasekho inyama yam, ndiya kumbona uThixo,
27 Endiya kuzibonela mna ngokwam;Amehlo am ambone, ingabi wumbi.Ziyaphelelwa izintso zam ngaphakathi kwam.
28 Ukuba nithi, Simsukela ngani na?Ingcambu yaloo nto ifunyenwe kum:
29 Nxunguphalani likrele;Kuba ubushushu, bubo ubugwenxa obufanele ikrele,Ukuze nazi ukuba kukho umgwebo.