Uyobhi 2:7 XHO75

7 Waphuma ke uSathana, wemka ebusweni bukaYehova; wambetha uYobhi ngamathumba amabi, wathabathela entendeni yonyawo lwakhe, wesa elukakayini lwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 2

imbono Uyobhi 2:7 kwimeko