1 Waphendula uYobhi, wathi,
2 Yivani, nikuve ukuthetha kwam;Kube ziintuthuzelo zenu oku.
3 Ndithwaleni, ndithethe nam;Nigculele emva kwamazwi am.
4 Mna, inkalazo yam isemntwini yini na?Khona bekungani ukuba ungazekaneki umoya wam?
5 Bhekani kum, nimangaliswe;Bekani isandla emlonyeni.