31 Ngubani na ongaxela ebusweni bakhe indlela yakhe?Enzé into yena, ngubani na oya kuphindezela kuye?
32 Usiwa emangcwabeni yena,Alinde esigangeni.
33 Anencasa kuye amagada esihlambo;Emva kwakhe kulandela lonke uluntu,Nangaphambi kwakhe belungenakubalwa.
34 Ningáthini na ke ukundithuthuzela ngeento ezingento,Iimpendulo zenu zisele zibubumenemene nje?