Uyobhi 22:3 XHO75

3 Kumnandi na kuSomandla, xa ùlilungisa?Kuyinzuzo na kuye, ukuba ùyazigqibelelisa iindlela zakho?

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 22

imbono Uyobhi 22:3 kwimeko