1 Waphendula uYobhi, wathi,
2 Ùtheni na wena ukumnceda ongenamandla,Nokuyisindisa ingalo engenamandla?
3 Utheni na ukumcebisa ongenabulumko,Ukumazisa kunene into eyiyo?
4 Uxelele bani na ukuthetha?Kukuphefumla kukabani na okuphume kuwe?
5 Abangasekhoyo bayazibhijabhijaNgaphantsi kwamanzi, nabemi bawo.