Uyobhi 32:2 XHO75

2 Wavutha umsindo kaElihu unyana kaBharakeli, wakwaBhuzi, owemizalwane yakwaRam; wavutha kuYobhi umsindo wakhe, ngenxa yokuzigwebela ngokwakhe kunoThixo.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 32

imbono Uyobhi 32:2 kwimeko