Uyobhi 32:6 XHO75

6 Wasusela uElihu unyana kaBharakeli, wakwaBhuzi, wathi,Ndimncinane mna ngemihla,Ke nina niziingwevu;Ngenxa yoko ndakhwelela phaya, ndoyika ukunityela ukwazi kwam.

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 32

imbono Uyobhi 32:6 kwimeko