29 Kanene baya kuqónda na ukwanekwa kwamafu,Nokuzongoma komnquba wakhe?
30 Yabona, waneka phezu kwakhe ukukhanya kwakhe,Azigubungele ngamazantsi olwandle.
31 Kuba ngezo nto ugqweba iziziwe,Unika ukudla ngento eninzi.
32 Izandla zozibini uzigubungela ngombane,Awuwisele umthetho ngokochanayo.