17 Umntu ulilungisa na ngaphezu koThixo?Uhlambululekile na umfo ngaphezu koMenzi wakhe?
18 Yabona, àkakholwa ngabakhonzi bakhe,Nezithunywa zakhe uthi zingábaphosisi;
19 Bangabeka phi na ke abahlala ezindlwini zodaka,Abasiseko siseluthulini,Abatyunyuzwa njengamanundu?
20 Kusa kuhlwe, beqotywa;Badake kuphele, kungekho ugqalayo.