19 Iyintlahlela yeendlela zikaThixo;UMenzi wayo wayinika ikrele layo.
20 Ngokuba iintaba ziyithwalela ukudla,Onke amarhamncwa asendle adlala khona.
21 Ibutha phantsi kwemitholo,Engcotyeni yeengcongolo nomgxobhozo.
22 Imitholo iyigubungela ngomthunzi wayo;Imingculuba yesihlambo iyayijikeleza.
23 Yabona, úhamba phandle umlambo, ayiphakuzeli;Ikholosile, xa kutyhobozela neYordan emlonyeni wayo.