8 Kanene ùya kwaphula nogwebo lwam na,Undigwebe, ukuze ube lilungisa?
9 Ùnengalo enjengekaThixo na,Ududume ngezwi njengaye?
10 Khawuzihombise ke ngobungangamsha nokuphakama kwakho,Wambathe indili nobungangamela.
11 Makuphalale ukuphuphuma komsindo wakho,Ulibone lonke ikratshi, uligungxule.
12 Líbone lonke ikratshi, ulithobe,Ubangqule abangendawo ezindaweni zabo.
13 Báqhusheke eluthulini kunye,Ububophe ubuso babo emfihlekweni.
14 Nam ndokudumisa,Ukuba sikusindisile isandla sakho sokunene.