1 Ùnokuyirhola na ingwenya ngegwegwe,Ulutshonise elutyeni ulwimi lwayo?
2 Ùnokuyifaka intambo yomzí empumlweni yayo na,Ugqobhoze izidlele zayo ngentola?
3 Ingátarhuzisa kunene na kuwe,Ithethe amazwi athambileyo kuwe?
4 Ingénza umnqophiso na nawe,Wokuba uyithabathe ibe ngumkhonzi waphakade?