26 Niba ninokohlwaya ukuthetha oku na?Angumoya amazwi omntu oncamileyo.
27 Ke nangenkedama ningaqashisa,Nirhwebe ngommelwane wenu.
28 Makukholeke kuni ngoku, nibheke kum,Kuba okunene ebusweni benu andiyi kuthetha amanga.
29 Khanibuye, makungabikho bugqwetha,Niphinde nibuye; ubulungisa bam bukule nto.