18 Umvelele imiso yonkeUmcikide imizuzu yonke?
19 Kunini na ungawasusi amehlo kum,Ungandiyeki, khe ndiginye amathe?
20 Ndithé ndona, ndingákwenza ntoni na?Wena mlindi woluntu,Yini na ukuba undenze itekeni,*Ndibe ngumthwalo kum?
21 Yini na ukuba ungasixoleli isikreqo sam, ungabudlulisi ubugwenxa bam?Kuba kaloku ndiya kuzilalisa eluthulini;Wòndondela kakhulu, ndingabikho.