13 Únjalo umendo wabo bonke abamlibalayo uThixo,Nethemba lomkhohlisi liyadaka;
14 Ngokuba ukugasa kwakhe kuyanqunyulwa;Yindlu yesigcawu ukukholosa kwakhe.
15 Wayama ngendlu yakhe, ingemi;Úbambelela kuyo, ingahlali.
16 Úluhlaza phambi kwelanga,Namagatya akhe ayaqabela eludongeni lwentsimi yakhe;
17 Iingcambu zakhe zijijene emweweni,Utyhudisa ezingcambeni zamatye.
18 Ukuba uthe wamginya endaweni yakhe,Yomkhanyela ithi, Andikubonanga.
19 Yabona, yiyo le imihlali yendlela yakhe,Ize eluthulini kuntshule abanye.