Uyobhi 9:24 XHO75

24 Ihlabathi linikelwe esandleni sabangendawo;Uyabugqubuthela ubuso babagwebi balo.Ukuba kanti akunjalo, kwenziwe ngubani na ke?

funda isahluko epheleleyo Uyobhi 9

imbono Uyobhi 9:24 kwimeko