36 uHefere waseMekera, uAhija wasePelon,
37 uHezero waseKarmele, uNarayi unyana kaEzebhayi,
38 uJoweli umtakwabo-Natan, uMibhare unyana kaHagri,
39 uZeleki umAmon, uNaharayi waseBheroti, umphathi-zikrweqe zikaJowabhi unyana kaZeruya,
40 uIra waseItri, uGarebhe waseItri,
41 u-Uriya umHeti, uZabhadi unyana ka-Alayi,
42 uAdina unyana kaShiza, umRubhen owayeyinkulu yamaRubhen, enamadoda angamashumi amathathu kunye naye,