42 uAdina unyana kaShiza, umRubhen owayeyinkulu yamaRubhen, enamadoda angamashumi amathathu kunye naye,
43 uHanan unyana kaMahaka, uYoshafati waseMeten,
44 u-Uziya waseAshterati, uShama noYeyeli oonyana bakaHotam waseArohere,
45 uYediyali unyana kaShimri, umntakwabo uYowa waseTizi,
46 uEliyeli waseMahavi, uJeribhayi noYoshaviya oonyana bakaElnam, uItema umMowabhi,
47 uEliyeli, no-Obhedi, noYasiyeli waseMezobhaya.