1 Yeziganeko 12:20 XHO96

20 Ke ekuyeni kwakhe eZikelage, nanga amaManase azibandakanya noDavide: uAdena, uYozabhadi, uYediyali, uMikayeli, uJozabhadi, uElihu, noZiletayi, iingqwayi-ngqwayi zamabutho akwaManase.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 12

imbono 1 Yeziganeko 12:20 kwimeko