1 Yeziganeko 18:17 XHO96

17 UBhenaya, unyana kaJoyada, wayongamele abalindi abangamaKreti namaPleti. Ke bona oonyana bakaDavide bengamaphakathi kakumkani aphambili.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 18

imbono 1 Yeziganeko 18:17 kwimeko