1 Yeziganeko 19:2 XHO96

2 Ke uDavide wathi: “Mandimenzele ububele uHanun, unyana kaNahashe, kuba uyise wandenzela ububele.” Wathumela izigidimi ke uDavide ukuba ziye kukhuza ukumkani uHanun ngenxa kayise.Athe ke loo madoda akufika kuHanun kwelama-Amon, eze kumkhuza,

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 19

imbono 1 Yeziganeko 19:2 kwimeko