1 Yeziganeko 19:4 XHO96

4 UHanun wasuka wawabamba loo madoda kaDavide, wawagugula iindevu, nezambatho zawo wazigumpula embindini kwaya kuthi xhaxhe ezimpundwini, waza ke wawandulula.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 19

imbono 1 Yeziganeko 19:4 kwimeko