1 Yeziganeko 19:7 XHO96

7 Baqesha amashumi amathathu anambini amawaka eenqwelo namajoni azo, kwakunye nokumkani waseMaka nomkhosi wakhe. Ke yena waza wafika wamisa ngaseMedeba; abe ke wona ama-Amon ecombuluka ephuma kuzo zonke iidolophu zawo, exhobele imfazwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 19

imbono 1 Yeziganeko 19:7 kwimeko