42 Amazibulo kaKalebhi, umntakwabo-Jerameli, nguMesa. UMesa wazala uZifi, uZifi wazala uMaresha, ukhokho weHebron.
funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 2
imbono 1 Yeziganeko 2:42 kwimeko