1 Yeziganeko 22:8 XHO96

8 Kambe ke kwafika ilizwi likaNdikhoyo kum, lisithi: ‘Wena uliphalaze gqitha igazi; ulwe iimfazwe ezininzi gqitha. Ngoko ke asinguwe oya kulakhela indlu igama lam, kuba wena uphalaze igazi elininzi gqitha emhlabeni phambi kwam.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 22

imbono 1 Yeziganeko 22:8 kwimeko