1 Yeziganeko 23:24 XHO96

24 Ezi ke yayizizizukulwana zikaLevi ngokwezindlu zazo – iinkulu zezindlu ngokwamagama okubhaliswa kwazo zibalwa ngazinye, abasebenzi abaminyaka imashumi mabini nangaphezulu, abo babelungiselela endlwini kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 23

imbono 1 Yeziganeko 23:24 kwimeko