1 Yeziganeko 23:31 XHO96

31 Ukanti nanini na kusenzelwa uNdikhoyo amadini atshiswayo *ngeMihla yokuPhumla nangemibhiyozo yokuthwasa kwenyanga, nangawo onke amatheko amisiweyo. Kwakufuneka bahlale belungiselela uNdikhoyo ngamathuba amisiweyo, naloo nto ke beyenza ngendlela emisiweyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 23

imbono 1 Yeziganeko 23:31 kwimeko