21 koonyana bakaRehabhiya inkulu nguIshiya,
22 kumaIzare nguShelomoti,koonyana bakaShelomoti nguYahati,
23 koonyana [bakaHebron] nguJeriya inkulu, ibe nguAmariya owesibini, noYeziyeli owesithathu, noYekamam owesine,
24 koonyana bakaUziyeli nguMika,koonyana bakaMika nguShamire,
25 koonyana bakaIshiya, umntakwabo-Mika, nguZekariya,
26-27 koonyana bakaMerari nguMali noMushi,koonyana bakaYaziya, unyana kaMerari, nguBheno, noShoham, noZakure, noHibri,
28 koonyana bakaMali nguElazare ongabanga nanyana,