1 Yeziganeko 26:25 XHO96

25 UShebhuweli wayezalana noShelomiti. Kaloku uElizere, umntakwabo-Gershom, wazala uRabhiya, uRhabhiya wazala uYeshaya, uYeshaya wazala uYoram, uYoram wazala uZikri, uZikri wazala uShelomiti.

funda isahluko epheleleyo 1 Yeziganeko 26

imbono 1 Yeziganeko 26:25 kwimeko