15 Oonyana abane bakaYosiya ngokuzana kwabo nguYohanan, uJoyakim, uZedekiya, noShalum.
16 Abangene ezihlangwini zikaJoyakim ngunyana wakhe uJoyakin yaza yaba nguZedekiya.
17 Nantsi inzala kaJoyakin owathinjwayo: Oonyana bakaJoyakin nguShelatiyeli,
18 noMalkiram, noPedaya, noShenazare, noYekamiya, noHoshama, noNedabhiya.
19 Oonyana bakaPedaya nguZerubhabheli noShimeyi. Oonyana bakaZerubhabheli ngooMeshulam, noHananiya, benodade wabo uShelomiti,
20 kwakunye nesinye isihlanu soonyana: uHashubha, uOheli, uBherekiya, uHasadiya, noYushabhi-rhesedi.
21 Oonyana bakaHananiya nguPelatiya noJesaya; ewe, noonyana bakaRefaya, nabaka-Arnana, nabakaObhadiya, nabakaShekaniya.