Eyeziqalo 18:26 XHO96

26 Uthe uNdikhoyo: “Ukuba kungakho amashumi amahlanu abantu abamsulwa eSodom, ndingasisindisa eso sixeko sonke ngenxa yabo.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 18

imbono Eyeziqalo 18:26 kwimeko