Eyeziqalo 22:8-9 XHO96

8-9 Uthe ukuphendula uAbraham: “Iya kubonwa nguThixo loo nto, mfo wam.”Batsho bahamba besiya kuloo ndawo yayalathwe nguThixo. Bakufika apho, uAbraham wenza iqonga lamadini, wabeka iinkuni ezo phezu kwalo, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka phezu kwezo nkuni.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 22

imbono Eyeziqalo 22:8-9 kwimeko