Eyeziqalo 23:11 XHO96

11 “Hayi, mhlekazi, mandithi ndiyakunika laa mhlaba ndawonye naloo mqolomba ulapho. Loo nto ndiyithetha apha phambi kwamawethu, la athe thande apha; ndithi ndiyakunika laa mhlaba wakuthi; ungamngcwaba khona umfikazi.”

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 23

imbono Eyeziqalo 23:11 kwimeko