Eyeziqalo 32:4 XHO96

4 Wathi ze zithi kuye: “Mna, Yakobi, sicaka sakho, ndazisa wena, nkosi yam Esawu, ukuba bekhe ndahlala kwaLabhan, ndaza ndabambezeleka apho kwada kwakalokunje.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 32

imbono Eyeziqalo 32:4 kwimeko