Eyeziqalo 34:25 XHO96

25 Emva kweentsuku ezintathu, xa kanye onke amadoda aqhanile ziintlungu, oonyana ababini bakaYakobi, abanakwabo-Dayina, uSimon noLevi, bathatha amakrele abo, bangena esixekweni, bengarhanelwa bani, bafika bawabulala onke amadoda

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 34

imbono Eyeziqalo 34:25 kwimeko