Eyeziqalo 4:18 XHO96

18 UInoki wazala unyana, wathi igama lakhe nguHiradi. Yena uHiradi wazala uMehuyali; uMehuyali wazala uMethusali; uMethusali yena wazala uLameki.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 4

imbono Eyeziqalo 4:18 kwimeko