Eyeziqalo 50:11 XHO96

11 Abantu baseKanana, bakubabona bezilile kwisanda sika-Atadi, bayincoma inkqubo ezukileyo yenzila eyayisenziwa ngamaJiputa. Yiyo ke loo nto loo ndawo kwathiwa igama layo yiAbheli-mizerayim.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50

imbono Eyeziqalo 50:11 kwimeko