Eyeziqalo 50:13 XHO96

13 Bawuthwala umzimba wakhe, bawusa eKanana, bafika bawungcwaba kumqolomba owawuseMakapela, ngasempuma yeMamre, kulaa mhlaba uAbraham wawuthenga kuEfron umHeti, ube yindawo yokungcwabela.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50

imbono Eyeziqalo 50:13 kwimeko