14 Akuba emngcwabile uyise, uJosefu wabuyela eJiputa, kunye nabantakwabo kwakunye naloo nginginya yayimkhaphile.
funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50
imbono Eyeziqalo 50:14 kwimeko