Eyeziqalo 50:21 XHO96

21 Watsho esithi: “Musani ukoyika, ndiza kunigcina nina kunye nabantwana benu.” Wabathuthuzela ngamazwi atsho laphela ixhala.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 50

imbono Eyeziqalo 50:21 kwimeko