Eyeziqalo 8:13 XHO96

13 Kuthe ke xa uNowa wayemakhulu mathandathu ananye ubudala, ngomhla wokuqala kwinyanga yokuqala, aba seletshonile amanzi emhlabeni. Wawuvula umnyango wenqanawa uNowa, wakhangela ngaphandle macal' onke, wawubona umhlaba womile.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 8

imbono Eyeziqalo 8:13 kwimeko