15 Kambe ke uNdikhoyo ooyihlo wabathanda, wathi nca kubo, wanyula nina sizukulwana sabo kuzo zonke iintlanga, njengoko kusenjalo unanamhla.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 10
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 10:15 kwimeko