Uhlaziyo-Mnqophiso 2:8 XHO96

8 “Ngoko ke sanduluka, sagqitha eSeyire, nditsho kumhlaba wamawethu inzala kaEsawu, sayishiya indlela yasentlango ephuma e-Elati nase-Eziyon-gebhere eya kuLwandle oluFileyo, sajika sasinga kwintlango yaseMowabhi.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 2

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 2:8 kwimeko