6 Ngaba kukho indoda esandula ukutyala isidiliya, kodwa ingekavuni kuso? Xa kunjalo ke leyo mayibuy' umva; kungenjalo, xa ithe ayabuya emfazweni, loo wayini yayo iya kuxhanyulwa mntu wumbi.
funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 20
imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 20:6 kwimeko