Uhlaziyo-Mnqophiso 21:5 XHO96

5 Ababingeleli bakwaLevi kofuneka babekho nabo apho, kuba ngabo abanyulwe nguNdikhoyo uThixo wenu ukuba baqwalasele imicimbi yonqulo, baze bathamsanqele egameni likaNdikhoyo, bade baphicothe bagwebe kwimibandela yeembambano nobugwinta.

funda isahluko epheleleyo Uhlaziyo-Mnqophiso 21

imbono Uhlaziyo-Mnqophiso 21:5 kwimeko